Checkin Ngena Connecting via a checkin Bou van
Check-in/ Ngena Connecting via a check-in/ Bou van verhoudings dmv “check-in” /Ukunxibelelana ngokusebenzisa itshekin § It gives each person the opportunity to be recognized/Daar word aan elke persoon erkenning gegee/ Inika umntu ngamnye ithuba lokuba aqatshelwe. § It allows for the group (or the 1: 1) to gain a sense of connecting with one another, building a sense of community / Dit help die groep (of die 1: 1) om ‘n gevoel van samehorigheid te ontwikkel /Ivumela iqela (okanye 1: 1) ukuba bafumane umbono wokuqhagamshelana omnye komnye, kusakhiwa umbono wentlalo yoluntu. § It equalises rank in the room by giving everyone a voice/ Almal in die groep het gelyke status /Ilinganisa isikhundla kwigumbi ngokunika wonke umntu ilizwi. § It is an opportunity for everyone to be present and to share, uninterrupted, and to be listened to/ Dit bied ‘n geleentheid aan almal in die groep om sonderbreking met die res van die groep te deel en om gehoor te word /Lithuba lokuba wonke umntu abekhona, abelane, angaphazamiseki, kwaye amanyelwe.
Check-in/ Ngena Check in-tips/”Check-in” wenke/Iingcebiso zokungena (tshekhin) • Leader/Teacher goes first to model – Die leier/onderwyser stel die voorbeeld /Inkokheli/u. Titshala nguye obonisa kuqala • Pop corn style – each learner to speak when they are ready, each to be given an opportunity to check-in if they wish to do so - springmielie metode – elke leerder word ‘n geleentheid gegun om sy/haar storie te vertel wanneer hulle gereed is en wil deelneem- Isitayile seqhashu – umfundi ngamnye athethe xa sele elungile, kwaye anikwe ithuba letshekin xa enqwenela ukwenza njalo • Not a conversation - Dit is nie ‘n gesprek nie -Ayiyoncoko • Set the questions – Stel die vrae -Yiba nemibuzo • Summarise themes- Som die temas op -Shwankathela imixholo • There also non verbal/quick ways to Check-in… - Daar is ook vinnige, nie-verbale metodes om ‘n “check-in” te doen- Kukwakho nezinto ezingathethiyo/ indlela ezikhawulezileyo zetshekin
Check-in questions/ “Check-in” vrae /Imibuzo yokungena • How are you? Hoe gaan dit met jou? Unjani? • Is there anything you would like to share since we met? Anything unusual happen? / – Is daar enigiets wat jy met die groep wil deel sedert ons laaste ontmoeting? Enigiets ongewoon gebeur? / Ingaba ikhona into ongathanda ukwabelana ngayo oko sithe sadibana/ Nantoni na eyenzekileyo engaqhelekanga? • What would you like to get out of today/this week? Wat sou jou verwagtinge wees vir hierdie dag/week? Yintoni ongathanda ukuphuma nayo namhlanje/ kule venki?
Weather Check-in/ Weerkaart “Checkin”/Eyemozulu
Colour Check-in/Kleure “Check-in”/ Eyemibala
Finger Check-in/ Vinger “Check-in”/ Eyeminwe
Finger Check-in/ Vinger “Check-in”/ Eyeminwe
- Slides: 7